• А
  • Б
  • В
  • Г
  • Д
  • Е
  • Ж
  • З
  • И
  • К
  • Л
  • М
  • Н
  • О
  • П
  • Р
  • С
  • Т
  • У
  • Ф
  • Х
  • Ц
  • Ч
  • Ш
  • Э
  • Ю
  • Я
  • A
  • B
  • C
  • D
  • E
  • F
  • G
  • H
  • I
  • J
  • K
  • L
  • M
  • N
  • O
  • P
  • Q
  • R
  • S
  • T
  • U
  • V
  • W
  • X
  • Y
  • Z
  • #
  • Текст песни Thandiswa - Ingoma

    Просмотров: 3
    0 чел. считают текст песни верным
    0 чел. считают текст песни неверным
    Тут находится текст песни Thandiswa - Ingoma, а также перевод, видео и клип.

    Unje ngengoma
    Engishay' ubusuku bonke
    Ngiyokwenze njani ngaphandle kwakho
    Unje ngengoma wena
    Engishay’ ubusuku bonke
    Ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho
    Yhe weeena uyingoma (we)
    Wen'uyingoma (we), wen'uyingoma(we)
    Wen’uyingoma (we), uyingoma (we)
    (Ngoma we, ngoma we, ngoma we)
    Weeena uyingoma (we)
    Wen'uyingoma (we), wen'uyingoma (we)
    Wen’uyingoma(we), uyingoma (we)
    (Ngoma we, ngoma we, ngoma we)
    Nto zalomhlaba andizikhathalelanga
    Ukuth'ubani, uthini andina msebenzi
    Oh! Ndiyamthand' ubaby
    Unje ngengoma yena
    Engishay' ubusuku bonke
    Ngiyokwenze njani ngaphandle kwakho
    Yhe wena uyingoma (we)
    Wen'uyingoma (we), wen'uyingoma (we)
    Wen’uyingoma (we), uyingoma (we)
    (Ngoma we, ngoma we, ngoma we)
    Wena uyingoma (we)
    Wen'uyingoma (we), wen'uyingoma (we)
    Wen’uyingoma (e), wen'uyingoma (we)
    (Ngoma we, ngoma we, ngoma we)
    (Uyingoma we)
    Oh sweety wena uyingoma kum
    Any time of the day
    Any day of the week
    Any day of the year
    Oh! Uyadlisa baby
    Uyingoma wena
    Eng’shay'ubusuku bonke
    Ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho
    Yhe wena uyingoma (we)
    Wen'uyingoma (we), wen'uyingoma (we)
    Wen’uyingoma (we), wen'uyingoma (we)
    (Ngoma we, ngoma we, ngoma we) (Oh-wuh-huh-hu-huu)
    (Uyigoma we, ngoma we, ngoma we, ngoma we) (Oh-wuh-huh-hu-huu)
    Uyingoma we, ngoma we (uyingoma), ngoma we (uyingoma), ngoma we (uyingoma) (Oh-wuh-huh-hu-huu)
    (Uyigoma we, ngoma we, ngoma we, ngoma we) (Oh-wuh-huh-hu-huu)
    (Uyingoma we (uyingoma), ngoma we, ngoma we, ngoma we) (Oh-wuh-huh-hu-huu)
    (Uyingoma we, ngoma we, ngoma we, ngoma we)
    (Uyingoma we, ngoma we, ngoma we, ngoma we)
    (Uyingoma we)
    You are music s'thandwa sam to me
    A relentless song engandiniki buthongo
    Ingoma endiyithanda nanini na
    Ngoma wena wangena kum
    Wenza umziba wam ikhaya lakho
    Watsho kum ngaphakathi, mhhhh
    Oh ngomandini wandiphatha ndaguquka (Uyingoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we)
    Soze ndiphinde ndiyive into enje ngalena (Uyingoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we)
    Oh s'thandwa sam! (Uyingoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we)
    Uyingoma wena, ngoma wena (Uyingoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we) (Oh-wuh-huh-hu-huu)
    Uyingoma wena, ngoma wena (Uyingoma we, ngoma we, ngoma we)
    Ingoma ephil’apha kum emzimbeni (Uyingoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we)
    Ingom' emnandi, ingom' engadikiyo (Ingoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we)
    Ingom' emangadikiyo (Ingoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we)
    Wena, uyingoma wena (ngoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we)
    Wen'uyingoma, wen'uyingoma (ngoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we)
    Wen'uyingoma, wen'uyingoma wee (ngoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we)
    Ingom' emangadikiyo (Ingoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we)
    Ingom' emangadikiyo (Ingoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we)
    Wena uyingoma we
    Ingom' emangadikiyo
    (Yeeeeaaaaaaaahhhhhhh)
    (ngoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we) (Yeeeeaaaaaaaahhhhhhh)
    (Uyingoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we) (Owu uyingoma)
    (Uyingoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we) (Owu uyingoma)
    Uyingom' emangadikiyo (Uyingoma we, ngoma we, ngoma we, ngome we)
    (Yeeeeaaaaaaaahhhhhhh babe)
    (Yeeeeaaaaaaaahhhhhhh baby - baby, baby)
    Ooh uyingom' emangadikiyo

    Опрос: Верный ли текст песни?
    ДаНет