• А
  • Б
  • В
  • Г
  • Д
  • Е
  • Ж
  • З
  • И
  • К
  • Л
  • М
  • Н
  • О
  • П
  • Р
  • С
  • Т
  • У
  • Ф
  • Х
  • Ц
  • Ч
  • Ш
  • Э
  • Ю
  • Я
  • A
  • B
  • C
  • D
  • E
  • F
  • G
  • H
  • I
  • J
  • K
  • L
  • M
  • N
  • O
  • P
  • Q
  • R
  • S
  • T
  • U
  • V
  • W
  • X
  • Y
  • Z
  • #
  • Текст песни brenda fassie - Mpundulu

    Просмотров: 1
    0 чел. считают текст песни верным
    0 чел. считают текст песни неверным
    Тут находится текст песни brenda fassie - Mpundulu, а также перевод, видео и клип.

    Hey wena msadi ke wena (Hey wena msadi ke wena)
    O mbetsa nna o mpetsa nna o mpinya nna blare fool o mpetsa mpundulu
    (Ndaze ndazibhaxa ngobum bam)
    (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu)
    (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge)
    (Ndaze ndazibhaxa mina)
    Mama ka bhekizulu (Bhekizulu)
    Khawuleza uze endlini mama
    Oh ngistakelwe uBhkeki
    Iyangihlupha ephefumulweni wam
    Khawuthethe noBheki
    Itliziyo yam ibuhlungu mama
    Ndiyakucel' uthethe noBheki
    Uyangihlupha emphefumulweni wam
    Mama ka bhekizulu (Bhekizulu)
    Khawuleza uze endlini mama
    Oh ngistakelwe uBhkeki
    Iyangihlupha ephefumulweni wam
    Khawuthethe noBheki
    Itliziyo yam ibuhlungu mama
    Ndiyakucel' uthethe noBheki
    Uyangihlupha emphefumulweni wam
    Okokuqala akasebenzi
    Okwesibili usuza njalo oh oh
    Ndoyisekele nguBheki no no no
    Uyangihlupha emphefumulweni wam
    Ngile Bum jive
    Hey ngine ndoda
    Nginomuntu engimusebenzisayo
    Mina ngikhathele mina
    (Ndaze ndazibhaxa ngobum bam)
    (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu)
    (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge)
    (Ndaze ndazibhaxa mina)
    (Ndaze ndazibhaxa ngobum bam)
    (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu)
    (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge)
    (Ndaze ndazibhaxa mina)
    Mama ka bhekizulu (Bhekizulu)
    Khawuleza uze endlini mama
    Oh ngistakelwe uBhkeki
    Iyangihlupha ephefumulweni wam
    Khawuthethe noBheki
    Itliziyo yam ibuhlungu mama
    Ndiyakucel' uthethe noBheki
    Uyangihlupha emphefumulweni wam
    Okokuqala akasebenzi (Ndaze ndazibhaxa ngobum bam)
    Okwesibili usuza njalo oh oh (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu)
    Ndoyisekele nguBheki no no no (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge)
    Uyangihlupha emphefumulweni wam (Ndaze ndazibhaxa mina)
    Okokuqala akasebenzi (Ndaze ndazibhaxa ngobum bam)
    Okwesibili usuza njalo oh oh (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu)
    Ndoyisekele nguBheki no no no (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge)
    Uyangihlupha emphefumulweni wam (Ndaze ndazibhaxa mina)
    Mama ka bhekizulu (Ndaze ndazibhaxa ngobum bam)
    Khawuleza uze endlini mama (Ndaze ndazibhaxa kule mpundulu)
    Oh ngistakelwe uBhkeki (Ndaze ndazibhaxa kwes' sdenge)
    Iyangihlupha ephefumulweni wam (Ndaze ndazibhaxa mina)

    Опрос: Верный ли текст песни?
    ДаНет