Umama wam
Sihlobo sam
Wandibamb'isandla
Kuyo yonke lendlela
Ngaleloxesha
Besiloyika
Ndabamba ngazo
Zombini izandla zam
Ndiyakucela mama wam
Ndiyacela
Ndiyacela mama wam
Ndiyakucela
Uzunga lili
Uzungalahl'ithemba
Ndizakwenza uncume nawe
Ngeny'imini mama
Ilizwi liyakhwaza
Kumele ndisabele
Andisoze
Ndilibale ikhaya lam
Ndithabathile
Akukho lula
Ndazama zama
Kude kulunge
Ndiyakucela mama wam
Ndiyacela
Ndiyacela mama wam
Ndiyakucela
Uzunga lili
Uzungalahl'ithemba
Ndizakwenza uncume nawe
Ngeny'imini mama
Ilizwi liyakhwaza
Kumekle ndisabele
Andisoze
Ndilibale ikhaya lam
Uzunga lili
Uzungalahl'ithemba
Ndizakwenza uncume nawe
Ngeny'imini mama
Uzunga lili
Uzungalahl'ithemba
Ndizakwenza uncume nawe
Ngeny'imini mama
Uzunga lili
Uzungalahl'ithemba